Teba

[Verse]
Lomlung'uTeba ngokwenene ndiyamzonda
Ngob'uthath'isthandwa sam
Andisoze ndiye Egoli

[Chorus]
Uzubathuthe loliwe
Uzubathuthe loliwe
Uzubathuthe loliwe
Andisoze ndiye eGoli
(Andisoze ndiye)