Bhiyoza

[Chorus]
I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

[Verse 1]
Prince Kaybee wandifaka kule ngoma, ndambonis' umhlola
Bathi naye wayedlal' isoccer
Uyabaz'abafana bebhola
Uthe xa sendifun' ifeature uzondicharga malini
Ndath hayi bhut ndizakufaka free

[Chorus]
I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

[Verse 2]
Everything is for free
What do you call this
Living like kings indefinitely
Sihamba nenge colour codes
Ama yellow bones, nama dark dindi
Phambili
Phambili!

Wang’thatha, wang’beka
Wang’susa, ngeUber
Sahamba sayobhiyoza

[Refrain]
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza

Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Ayeye, ayo-yo-yo-yoba

[Verse 3]
Igirls izandi WhatsAppa
Zathi sista B, woza!
Siyathela kayi1,
sithenge iibhotile eziy2
Ndihamba nama hlanya Ayi 3
Mina ningu hlanya number 4
Yizo ube numba 5
Vele sifuna some more
Usogqiba usiyeke, sizithandela umjaivo

Hai, siyeke, sisthandela amangcamngce
Kanene yinton icelebration ngesixhosa
Kukubhiyoza
Basiyeke sisthandela umjivo
Ayeye, ayo-yo-yo-yoba
Hai, siyeke, sisthandela amangcamngce
Kanene yinton icelebration ngesixhosa
Kukubhiyoza
Basiyeke sisthandela umjivo
Ayeye, ayo-yo-yo-yoba

[Chorus]
I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

I want you
Want you, gotta have you
Put you on my schedule
You know that we got to
I want you
Want you, gotta have you
Scheduled on my schedule
Xa ndibhorekile ndihlal' endlini

[Refrain]
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Ayeye, ayo-yo-yo-yoba

Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Bhiyoza
Ayeye, ayo-yo-yo-yoba