Loliwe

uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza

Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Nang'esiza
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Nang'esiza

uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza

Phezulu, eNkosini
Kuhlal 'ingcwele zodwa
Mawufuna ukuya khona, thandaza
Phezulu, eNkosini
Kuhlal 'ingcwele zodwa
Mawufuna ukuya khona, thandaza

uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
uLoliwe wayidudula
Nang'esiza

Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Nang'esiza
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Sul'ezonyembezi mntakwethu
Nang'esiza

Phezulu, eNkosini
Kuhlal 'ingcwele zodwa
Mawufuna ukuya khona, thandaza
Phezulu, eNkosini
Kuhlal 'ingcwele zodwa
Mawufuna ukuya khona, thandaza