Lengoma

Abantu k'dala bend'valel'indlela
Besisthi andiyonto
futhi ndiyaboniswa
Kodw'i
ingom'engaphakathi kwam ibalis'ibali Nokuwa
nokuvuka komntu
nolonwab'olungapheliyo

[Chorus:]
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha

Kudal'usithi nyawo zam
ndise
Ndikhokhele undise kwantliziyo ndise Apho
kungenjena umphefumlo wam wahlukene

[Chorus:]
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha