Bomibam

[Chorus]
Bomi bam, ndikhokhele
Ndifike kuwe
Bomi bam, ndikhokhele
Ndingadaniswe

[Repeat x2]
Uba zange unikezele ngawe
Ubumnyama bukugubungele
Uth' ujonge indlela zyaphela
Uth' ujong' inkwenwezi, zimpendulo

[Chorus]

[Repeat x2]
Uba zange uphuphe ngawe
Ngendlela endiphupha ngayo
Ucinge ngendlela endiciga ngayo
Uzivuselele

[Chorus x4]

Ndingadaniswe (x3)