AmaPleya

Andithand’ ukulwa
Ndifun’ uxolo nokuthula
Khuluma, uma ndenze kak’hle
Uzondiluza, uloku usihla wenyuka
Ndiyahamba, Ndikhathele nguwe

[Pre-Chorus]
Soloko ndinawe
Ndikhal’ imihla nezolo
Uyand’khathaza
Uhamb' uye nengxolo
Soloko ndinawe
Ndikhal’ imihla nezolo
Ayandikhwaza
Uthetha ngathi andinangqondo

[Chorus 1 (x2)]
Uma ulisoka
No ah ah I don’t want to
No ah ah I don’t want to
No ah ah I don’t want to
And’wafun amasoka
No ah ah I don’t want to
No ah ah I don’t want to
No ah ah I don’t want to

Andithand’ ukulwa
Ndifun’ uxolo nokuthula
Khuluma, uma ndenze kak’hle
Uzondiluza, uloku usihla wenyuka
Ndiyahamba, Ndikhathele nguwe

[Pre-Chorus]
Soloko ndinawe
Ndikhal’ imihla nezolo
Uyand’khathaza
Uhamb' uye nengxolo
Soloko ndinawe
Ndikhal’ imihla nezolo
Ayandikhwaza
Uthetha ngathi andinangqondo

[Chorus 2 (x2)]
Uma uyipleya
No ah ah I don’t want you
No ah ah I don’t want you
No ah ah I don’t want you
And’wafun amaPleya
No ah ah I don’t want you
No ah ah I don’t want you
No ah ah I don’t want you