Ndiyahamba (I'm Leaving)

Iyhoooooooo-oooo!!
Ndiyahamba mna
Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini.
Ndiyahamba.
Ndiyahamba mna

Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna

Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna

Ndixakekile. Ndixakekile.
Ndibona izimanga.
Ntliziyo yam
Isoloko ibuhlungu, ngemihlola ngemihlola
Apha emhlabeni eeh haa eeh haake
Yinto endizakuyithetha kuban le?

Ndiyekeleni.
Ndiyekeleni Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini.
Ndiyahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna

Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna

Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna

Set me free
Won't you set me free yeah
Cause its the reason that I live
Let my soul dance and my mind grow wings
I've seen things in this world
People killing people everyday
Eeh haa ehh haake
Yinto endizakuyithetha kubani le?

Ndiyekeleni. Ndiyekeleni

Ndiyekeleni mna ndiyahamba mfondini.
Ndiyahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna

Ndeeeemka ndeemka mna iyhoo ndahamba.
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna
Ndiyahamba mna

Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna
Iyhoooooooo ndiyahamba mna