Abenguni

[Chorus]
Andihambi ndedwa
Ndikhatshwa ngomakhulu bam
Izinyanya zam, nookhokho bam
Akho nt' uzawuyenza
Awunamandla wena
Ngek' uymele lent' oyenzayo

Sondel' apha mhlobam
Ndikuxoxel' indaba, yeah mh
Indaba ngookhokho bethu
Ngookhokho bethu, abeNguni
Kuthwa kudala, kudala
Umhlab' useyimveku
Babeph phezulu, phaya phesheya
Besela ngothakanyika

[Repeat]
Whoyo ndithi woyi woyi
Ndizalwa ngabeNguni

[Chorus]

Oh mina, mina, mina ndisuka kude lena
Oh mina, oh mina, mina
Ndawel' umlamb' omkhulu iZambezi neLimpopo

[Repeat]
AmaMbo namYeren namaKharanga
AmaLala amaHimba amaShona
AmaKikuyu, amaXhosa amaZulu
AmaNdebele.
Oh Mayibo!

[Chorus]