Sukulila

[Chorus]
Sukulila
Sukulila sthandwa sentliziyo yam

Ndimamele, ndiyakucela sthandwa sami
Said I'll be there
Nangona ndingekh' eduze kwakho
Uyakhumbula ndisithi ndiyakuthanda
Ndabe ndisithi ndibambe ngesandla
Angeke ndikulshiye sthandwa sam

Ndicela uzundilinde, ndithe ndizobuya
Ndizohlala ndikuthanda foreve more

Please baby, ndithen ndizobuya
Uzohlal' usentliziyweni yam
Forever more
Akekh' omunye sthandwa sam
Nguwena wedw' intombi yam
Umama wabantwana bam
Sul' imyembezi sukukhala

[Chorus]
Sukulila
Sukulila sthandwa sentliziyo yam

Ndimamele, ndiyakucela sthandwa sami
Said I'll be there
Nangona ndingekh' eduze kwakho
Uyakhumbula ndisithi ndiyakuthanda
Ndabe ndisithi ndibambe ngesandla
Angeke ndikulshiye sthandwa sam

[Chorus]
Sukulila
Sukulila sthandwa sentliziyo yam