Bhomba

Sitya amacala enkomo zabantu
Ngoba ndimncinci ndipunki ndimncinci ndipunki ndingaka
Umubi ufana nengulube eb'sweni
Wahlahl'amehlo, ngath'isele selitshayiswe imoto
Hayi jakalashi uthand'into zabantu
Hayi jakalashi khawuyek'into zabantu
Ngoba ndimncinci ndipunki ndingaka