Mkhuluwa

Ooh ooh oooooh...
Yeah eh, yeah eh, yeah eh eh

Wemkhuluwa ndiyekele mna ngoba mna ndiyahamba andihlali (x6)
Yemkhuluwa ndiyakubhek'ekhaya ngoba mna ndiyamba andihlali (x4)
Awundikhathaleli awundithandi awundiphathi kakuhle (x5)
Awundithandi awundiphathi kakuhle (x3)
Awundi..
Incwadi iyafika ekhaya kodwa andiyitholi impendulo (x3)
Kanti ndibhalela bani na (x8)
Hee.. awundi (x4)

Ooh ooh oooooh
Awundi (x16)
Ooh ooh ooooh...