Nkqo Nkqo

Nob' ungakanani na, noba wenzani
Ndiyakuhlonipha xa uhloniphayo
Bath' asthandani, akhomnt' ungcono
Bayasixabanisa njalo

Uvile na?
Uyazi bathini na?
Bathi ulisela! Bath mna ndthand' ukulwa!
Vhavhona unga vhari divha
Ndingazwo vhatshiri aringa funani
Ngauri ari thoniphani

[Chorus]
Nkqo nkqo nkqo molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, kodw' inzondo iyaphela
Nkqo nkqo nkqo, molweni kunjani yhoo
Noba bangathini na, uthando luzonqoba

Yemk' itileni, uyashiyeka ndoda
Uzwuthi mamak ubani na, uthi tata kubani na
Ndithe 'homnt' ungcoo kunawe
Ga o itshepe na?
Le wen' o kaba moeta pele, ga o batla
O seke watshaba

[Chorus]

O batlwile na?
Oa tsiba ba reng?
Bare o rata holwa, bare oa otsoa
Vhavhona unga vhari divha
Ndingazwo vhatshiri aringa funani
Ngauri ari thoniphani

Masibambane ngezandla sibabonise
Ngoba sibanye, kyohlala kunjalo
Masibambane ngezandla sibabonise
Ngoba mna nawe syohlala sithandana