24 Hrs in Gugs by Driemanskap

24 Hours in Gugs

*Ma_Beast*

Yeah
Are you ready?
Cypher
Beast!!
Yeah
Don't take it there or we goinna take it back/
Its blazing here, we're flaming/
The we rap' is amazing man
They say we bad and I'm thinkin'
Damn are you crazy fam?
Were saving them, they lazy, we take the job if it's paying well
We breaking bread, when it's time to eat
We can break it with whoever puts in work
If you dragging feet there is no waiting for you
We prayed for you, you wasting time
We gonna take it from you
***********
We take your money then wave it on you
We don't play!!
Life showed me flames but I'm still OK.
Always off the chains when I'm rapping,
like it's FREEDOM DAY!!
In your face!!
I dare it will touch me when I be on flames
We all brave!!
When we get on stage
We are gon be all brave (we don't fake)
LIKE ISKOLI ESINGENELA NGEGOJA/
SPHELEMA LE DOLLAR/
IQIN 'ISBIND' INDEDEBA YE SGORA/
BETHELWA KULA KONA/
KHINXI-KHINXI S'YEKELA SIYATSHONA/
SIYAVELA SIYABONWA/
SITHI-SITH'OFELEBA BAKHONA/
You can ask around
If they call my name,
You must know it's time.
And when they lock the gates,
We gon f** them up just to go inside. (go inside)
I suck at drinkin' I choose to go wit the sober mind
The flow I got is crazy
We always up working over time
Yeah!!
I've been begging niccaz to hear me though
(hear me though)
I got exhausted and stopped the begging and carried on (I carried on)
I didn't give up on my Homies now dont get me wrong
There is a thin line between giving up and letting go (Yeah yeah!!)
It gets real when life is showing you bad things
And then dreams get shuttered and everybody remains still and watch you suffer
(I know the pain)
Yes please I also got  love for the Loot but REASON dont wanna share his
This is crazy
BUT NATHI SIGQOBHOZA SINGENE
SITYHOBOZA KUMELWA//SIGOLOZA SISILWA//SIBHOBOZA SIBHENE//
SIKOPOLA SIJEME//
NANGONA SILILA//
SIKHOBOZ'INGQELE// SBHOJOKA SISIYA
ZIHLOKOMO IZIHLWELE XA S'DONORA IZDENGE (it's US)
Listen!! Just cut the talking and give me music
I told Niccas to hit me up but they didn't do it
I guess no body owns this shit
Even if you knew them
24Hrs in Gux straight we keep it movin'

*Rheedeezy*

Yah!!
24 Hrs in Native Yards Ndiphum'eGux
24 Seven eTarven z'yashuba shu!!
Sib'shaya f***d up Maar ezam'izinja murr//
Ziphil'iThug Life, zikopole nabo Accuse//
Zik'thul'eStimeleni, zikucel'inomboro khawuth'//
Zikugeythele iHelmet, iOvis, iPeki nama Boots//
Zikukhuphulele kwi Ngunyana, ziygcine nge Nxalut//
Ma sezik'landel'uMzukwana, ziwpaytela nge Salute//
Ndi breed-we zizkhokho mna, izinja ezophul'Intloko//ooNhoNho//
ooNdungwana ooJoe no Poncho//
Kuncinzw'uMdovu, kugqojwe iGhost kukhohleliswe neMpompo//
Kugilw'iKati, kuthathwe iSpakalaka,
Kulahlwe noMkhondo//Amajita alkhiph'ithambo//
Ekse ndasifel'iSmoko//Ndayingen'iTrongo//
10 Years ePollsmor//
That's where uSphum'eGux wandivelela kwiThongo//Andinasisolo// that was iTest yokholo//
24 Hrs in Gux, walahl'uCash siyawuphezula/
Amagqwirha eyegwadana/
ebhabha nge catch azokthwebula/
Who kileed uParks?? Who killed uBhevula??
Yaz'ba nguban'owacish'uMagagula?
Woma wedw'embuzweni ngeny'imin'uzophendula/
Thula Mama thula, Noba liyaduduma liyadlula/
Iidlela ziyenyuka//ithemba asizoliluza//
Pressa Panda Pusha//
Best of luck for the future//
Now ndiqal'iDrama with iEpisode ye Series/
Njengoba ndipop-i Pilis, I'm busy popping your ceilings/
Sniper zone!!
All Black phezu kwe building/
Ayo Film/ for real I mean it with the meaning/
Of the good over the evil ndivuth' iHolly Spirit/
Im in f***ing it phakathi kwabo njenge G-String/
Nob'umnt'ungamgqiba then again u wont finish/
Ngob'izulu liyangqiba and the sky can't be the limit/

*Dla-Qha*

SgijimisiMvulophu, ngqwela sity'iMidovu
Ngqina cim'iBhodi, sthul'High Score
Sngenele kay-40 thonti!!
uz'bizeluNomnghangha/
Sgwajis'amaGxagxa/
Mtshan'uze ngokugaqa/
Hold it aan!!
Kusabhidek'onoGwaj' awboni/
Skopol'amaqithi-qithi/ibasisphithi-phithi/
Ubon'iPikinin iginy'ingwiqi/
INCAM'ICHOL'ITIKI!
Cab' ayipoq'itshintshi, akho Machine/
Ku failish'iMission/
Jong' ANDIPOLITIKI!!
Nditsh'okwesbini/Okwesithathu ndumnqakathi/
Sgqugqisa ngokwethu, induku!!
Sqhuqh'iNkwethu, isthukuthezi!!
Kuqhufuka'amaEmpty, Indlukutsha ebitheni?
Kunxityw'iTakkie, kuxoseke amaCheri/
Kukhal'oMedi, kucishw'iSphikeleli/
Ucishe waseNjeni, usend'ekufeni/
Uzibhaqe useMasimbeni/
WELCOME TO GUX STAR, 7750!!
Kugcwel'iRote, ubon'iiNkonde
BIGGER Cats and Paythons/
IMarhela no Armstrong/
Zibaselwa ngu Samson/
Abafuni igqobhozel'iManskap linqindi leSaiLon/
NgamaPoyoyo, uncwase iSpoyoyo/
Kukhw'amaKopolo, kubethw'iMpokotho/
Songqay'iMbololo, cof'iFokotho/
Kukhal'uPololo, cab'akholonto/
Kuchanw'uSpiyoyo, ugejekambhobho/
Uthelekamjojo, ubhlwastwe yiMbokodo/
HU DEM??
Xa sgqobh'izozo, sgob'iqolo/
MTSHANAM!!
Xa srhol'iBhozo, ubocel'uxolo/
MZALA!!
Sith'amaQobo, s'xhwith'amaNtshontsho/
Scim'amaVovo, onoYana namaRhoqololo/
FIRE!!
Gqaba-gqaba jwi, umqaba-qabaNdim/
Halakasha, rhabaxa baphi?
Qhabalaka, uxakatha kaYi/
Manqapha-nqapha, Bridge/
Mgqobho chith'ithontsi/
Chapha-chapha, sapha-saph'iPhone/
Caba kuxab'iVrou, kinkxi Cwaka/
SLEW DEM!!
Thina singamaFelandawony'eGux/
For iSpakalaka,
Uthathwa phantsi bakuphelem'eGux/
Spheth'iPhondo likaBhejana songenelel'eGux/
24 Hrs eNju ay'xoxi, singabalaph'eGux/

*EnyiNyo*

Ingqilikithi yawa gilikidi/
Indlel'imtyibilizi/
iPikinini zishay'amatshitshitshi/
Zenz'ezimasikizi/ hili-hili//
Jangala Phi-Phi-Phi, kwisiPhithi-phithi//
uTsiki-tsiki/ ubal'amatikiti ngama 50 Pinky/
Maniki-niki kukud'eLusikisiki/
Langen'iPhel'eTin'emzin, indod'idilal'emini/
Mandela leth'uMchin, as'jiki Yena Ayakwini?
Uzodliwa ngamaZim'eNingizim' zjik'into/
Sgibel'iBeat, kujinek'uLwimi, kubhungcek'iHit/
Kubulel'ingingq' umve ngezing'uMguvel'uFit/
Thufel'iInk, kuphuqek'iZinc, kuqhubek'ish!t/
Thumel'ingcibi kushiyek'igqith', k'futsek'iB!tch/
Vuthel'isgodlo,
Ndigrumbel'isgodo, kuhlulek'izdodo/
Nd'culel'iiNkonzo,
Nd'thumel'iSpokro schukel'iMpongo/
K'vulek'iTrongo
Kuthulek'isGqokro, K'sulek'iintongo/
Ndik'fundel'isncoko,
Kuqhuqhek'iNtloko, k'shiyek'umqondo/
Nd'phliz'izindaba,
Ndivithiz'iiNtshaba, kudilik'iiNtaba/
Ndixikix'iMpahla,
Kutyityimb'iBhaca, kuthintith'iNgamla/
Kupipiz'iMazda
Kushikiz'isTshatsha, kushibiz'iLager/
Ujingis'iNcanca,
Ubhinciz'iMpatha, urhiphizis'Rhama/
Wath'uMagog'ungabomjaj'uManyoko/
Phum'amasolo, solok'uqhaqh'amabholo/
Buz'uMamtol' ayand'thand'aMampondo/
AmaNgaml'amaGongo, ayancanc'amaNtsontsho/
Andirephi ndenz'iStatement,
Umcul'unid'iPatients/
Super Saiyan flows,
ngath Ndi freestyla ne Aliens/
Basop izinja zam, xa se ziqhawukil'emaChainen/
Kuba wet ifloor ngathi kuchanyelw'emaPhayleni/
Sgijimis'iSkelem, sdidiza lamasheleni/
Style sethu si vintage okweMpahka zama sekeni/
Mphushel'ecalen'uBoy umxelele angakuqheli/
M'khupheliMechet'umdephele nge Cigaretti/

Whoh!!

Leave us alone
Were too much
Its too nice
Its 24 hours in Gux

#HlalaNam
Is dropping
April
2019
Peace!!!