Ubuntu

Iyhooooo
Sibulahlile, sibulahlile
Ubuntu thina, sibulahlile
Sibulahlile, sibulahlile
Ubuntu thina, sibulahlile

[Repeat]
Iyhooo, sibulahlile
Iyhooo, ubuntu thina sibulahlile

Ubuntu bethu bulahlekile
Izandla zethu zigcwel' igazi
Konakele phi Afrika?
Kweli lizwe lokhokho bethu
Ndiv' isijwili sikhal' emvakwendlu kaMadiba
Ngoba ma-AfrikaKutheni maAfrika safel zizazels
Kutheni kunjalo nje

[Chorus]
Sibulahlile, sibulahlile
Ubuntu thina sibulahlile

Kutheni kunjalo nje (x3)
Ngobani Ma-Afrika?

Nkosi sindis' ilizwe lethu
Elahlawulewa ngegazi lethu
Buyis' uxolo nemvisiswano
Phakathi kwethu hlwayel' uthando
Kuyakhalwa ngapha nangapha
Oomakhelwane babusy bayangcwaba
Baphel' abantwana babantu
Iyhooo, iyhoo, Iyho yoyo

[Chorus]