Nisixoshelani

Nisixoshelani oh iparty imnandi kangaka
(iparty imnandi kangaka)
Kanti nisixoshelani oh iparty imnandi kangaka
Iparty imnandikangaka, iparty imnandi kangaka
(iparty imnandi kangaka)

Niwabizelan' amaphosiya oh iparty imnandi kangaka x2
(iparty imnandi kangaka)

Sijayiva neMafikizolo, hohohohho
Mafikizolo hoho hohohoo
(Mafikizolo x3)
[repeat]

hoho hoho hohoho hohoho x2

Thina siyilab' abangafun' ukuhamba
Sizohamba ma kuphum' ilanga
Siyilab' abangafun' ukuhamba
Sizohamba ma kuphum' ilanga
Nitheni navala, navala
Nivalela ntoni na iparty imnandi kangaka
(iparty imnandi kangaka)
Iparty imnandikangaka, iparty imnandi kangaka
(iparty imnandi kangaka)

Sijayiva neMafikizolo, wohoho wo
NeMafikizolo wohowo
(Mafikizolo x3)
[repeat]

Hayi hayayay yayay jayiva neMafikizolo x2
Iyowe, oh iyowe sijaiva nemafikizolo x2