Shake

[Chorus]
Hayi dis guy.... From eBhayi
Polo yam uzundithathe undibeke
Uzungazi' undiyeke
Polo yam uzundibhaqel' i khekhe
Ewe, khe ndipeye
Now shake, shake, shake, shake
Make it dangle, ilengelenge
Now shake, shake, shake, shake
Dangelisha, ilengelenge

[Verse 1]
Bathi iBhayi lakhulisa
Bathi i Jozi iyahluthiza
Bandi hijack-a kidnap-a
Thyi, kanti i gun iyasuzisa?
Abantwan bandilahlile bayoyika
Umamfene uyizalile iGorilla
Qibo bookwa, qibo tyhilwa
Isithunzi sam' sindilandela kuTwitter
Ewe, ndifun ukph' ishori
Nje ba ukleva ndifun ukph' ishori
Wand' sign uSony
Ndiku boleka imali undibhatala ngestory
Ngololwimi, ngalomlomo
Ndine tshintshi, ndine moto
And'sadiki, yhu, ndicel' uxolo
Nam' thyini ndakha' ingomso

[Chorus]

Wait.... Wait

[Verse 2]
Chana jiva kakhulu
Ndibhaka shushu
Ndiphaka shushu
K'dala ndizabalaza
Dudu fak' inyuku taka nyuku
Mna kaloku tyala shushu
Itshamba lika Shaka Zulu
Thanda utakataka ushukuma subuza uban'
Ubhaka bhaka bhaka juju
Ngubani utata wakamntana ka Dudu
Akaduru ubhabha pha kwisbhakabhaka ukhanda khulu
Ke fithile ka maoto
Kopa teye le dikuku
Ke nka kae nyuku?
baby, he-e-e-e
Re ko di bundus
Ke etseng bo nunu
O motho jwang o sa sebeletse nyuku?
Betcha ka dibiri
Wetsa le moriri

[Chrous]

[Verse 3]
Anka thol' i jeqe
Ali kaphol' iqhenqe
Anka tholi, anka choli, anka sbon' izgweqe
Sony makayenze, Sony khayenze
Andsa boni, andsa mboni, andsa mtholi ujeqe
See of course nawe khade ugule tu
Thyini nazi shots
uZosala ungena bullet proof
Ayi, khade uthule tuu
ha-a-a-a-a mrapper khade uthule tuu
Baby kha undivume tuu
Ndiyadlala kha ucule tuu

[Chrous]