Ingoma Ezimnandi

M'dlalele ingoma ezinmandi
M'dlalele ingoma ezimnandi
M'dlalele ingoma ezimnandi
UMaMthembu uthanda ingoma ezimnandi

[Verse 1]
Ndikhule eBhlawa
Ndikhule ngingamazi utata
Umakhulu wami,ndikhule ndimubiza umama
Undikhulisile umama
Ewe undifundisile umama
Ndigeza,endibetha
Ngezandla undilungisile umama
Andizange ndalibona uthando olunje njengolakho MaMthembu
Abantu bendibona ndinje,luthando lakho MaMthembu
Ndikhule ndikufundela mama
Ndisithi ndizokubulela mama
Ndisithi ndizakuculela mama
Izulu kodwa lakhetha ukukuthatha

[Pre-Chorus]
So ndiyakucela Yesu,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzumgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi

[Chorus x2]
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi

[Verse 2]
Bathi akuncedi ukukhala nango iqhawe lami limkile
Ndicela nivule icolongo okanye amaculo asewisile
Ebehamba i-Assemblies Of God,ebeyithanda icawa
Ebemthanda uyesu and ebeyithanda inyama
Ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese
Xa endibona ukuba andikho-right ebusweni,athi boy hambothatha ilekese
Ndiyathemba izulu limam'kele
Izono zakhe zixolelwe
If zikhona ezishotayo,ndicela uzibeke kumi zonke nkosi

[Pre-Chorus]
Ndiyakucela Yesu,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzomgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi

[Chorus x2]
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi

[Outro]
I hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini MaMthembu
Ungabonisi uyesu i-Afro yakho mhlambe angaba nomona.
Ungabina-worry ngami MaMthembu ndi-right.
U-Toyce ujongile,usemva kwabantwana u-Toyce.
eeh kodwa kunzima sometimes Mthembu yoh,heh anyway
I hope bakudlalela ingoma ezimnandi apho ngoma ndiyazi ukuba ubuwuthanda umculo.
Yesu please ndiyakucela,please Yesu.

[Pre-Chorus]
Ndiyakucela Yesu,uzumgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo,uzumgcine umama
Xa ehleli nawe,uzumdlalele ingoma ezimnandi

[Chorus x2]
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uzu...Mdlalele ingoma ezimnandi
Uma..Mthembu uthanda ingoma ezimnandi