Ayadelela

[Intro]
Madoda asithetheni ngalendaba yamakhwenkwe.
Lamakhwenkwe alendawo,andifuni kube anathi ngirongo coz ndiyindoda.
Ndifuna ukubaStraight makhwenkwe,bathi ayadelela
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
It's okay weMaNgcobo ayadelela
It's okay weh kaloku ayadelela

[Verse 1]
Wangena uMfene,wangena uHlathi
Wangena uLisa,usuthu jambasi
Ngeba ndizibiza ngesduke satata qha inxaki lamjita angizange ndamazi
Ngena sizukulu sikaMaMthembu
Ungabinaxhala nalapha kukokwenu
Sikuthanda utsho ngempatha
Utsho ngemali ebiza ububhanxa
Ha Ha Ha Haha Iye Hihi heeh
Ey uyathanda uloqa xa unxilile
Hhayi ndilapha kuni zingwenya
Ndizonibulela ngokundikhusela
Ndisemazweni nabantu abakhulu
Ngi'Instagram'a ukudla okuduru
Niyawabona na lamakhwenkwe
Ahlisa ibhrukwe engenanyuku

[Chorus]
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
It's okay weMaNgcobo ayadelela
It's okay weh kaloku ayadelela

[Verse 2]
Amasango,ngiwavulile amasango
Ngiwavulisa amasango (x3)
Ngivulile awuskolo,ndiwavulile awengqondo..ndiyavulile aweHip Hop
Yeka umona
Awuzifundise bhuti ukuncoma
I mean it's not like sekhe wam'bona
Ekulendawo nawe umrepha womxhosa chief
You know the deal
It doesn't take alot for me to take the lead
Yes I know you say you do but I know you don't believe
I'm going overseas ngesixhosa sisi
Ungandijonga sisi andisongafiki
And ngizoba-busy taking over sisi
Abantu banomona tjini
Bayandibhora sisi
Inqondo ineFocus gqithi ngathi iyafota sisi !

[Chorus]
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
Amakhwenkwe alendawo ayadelela
It's okay weMaNgcobo ayadelela
It's okay weh kaloku ayadelela

[Outro]
Yangena iGugulethu kwedini
Bangena eBhayi naseThekwini
Wangena u-L Nini noKhosh kwedini
Bangena uMuzi Nomusa kwedini
AYMANI !