iBhadi

[Intro]
Disguiz
Ndicela ifire extinguisher
Ndifuna uku extinguisha ezi flames
Hayimani

Ingcosi yam encinci ayisahluphi
Kwacheri endiba nayo akayifuni
Andifun' u'ba yila celebrit' engatshatiyo
Ibaby mama yam iyandilarh'
Ith' uthathiw' uZizo

[Chorus]
Ngaze nganebhadi we nkosi yami
Yini yona lena? (x2)
Yathi inkosi
"Konje yhini ibhadi we ngane yami?
Yini yona leyo?" (x2)

Hayiman
Uyakwazi eMotherwell kwa 31 eBhayi
Ndaqalela kula flat ukuzibuza ngebhadi
Ingaba libhad' elenz' ebsku thina singatyi
Ingaba libhad' elenz' umam' angabi namali

Ndazitsholo, zokhangel' impolo
'Banye bathi guqa ngedolo uqinis' inkolo
'Banye bathi qinis' umqolo imini nezolo
Ndakheth' ukuhamba iskolo ndiqnis' ingqondo

Ndafunda yade yavel' inyani
Kanti umntu uyakwaz' ukulitshintsha ibhadi
Uyakwazi nolikhaba ulifak' ikarate
Uyakwazi no'bahlul' abathakathi
Ngqondo yomntu inamandla, joe andikuqhati
Xa ungaysebenzisi izakuzisel' ibhadi (x2)
Uzothi...

[Chorus]

Wane bhadi (x3)
Wane... iFani
Wane bhadi (x2)

iFani
If ufun ibank accont enemiliyons ithi "Eh"
If ufun' uqhub' imoto eyemiliyoni yithi "Eh"
Ungazifumana zonke chap, zezakho
Soze likunqande nex ibhadi
If uqinis' ingqondo, iFani soz' uthi...

[Chorus]

Uyalikhumbula ibhadi lam
Ndzicelel' uba yi side dish?
Next thing, gqi iMarrie Clair
Iyhooo. Abantu besithi kum
u-iFani
"Whe iFani eyakh' icrush
Ibum bums zayo syazazi"

Whee whee when mah
Sekudala ndinikela, mfundisi
But these blessings you have
Kum azifiki'

Mamthembu
Oobrother bam these days
Bazenz' omagistrate
Eshebeen baval' icase
Underscore, uppercase

Iyooo
Icheri yam igeyn' ikilo
Iyoo yo yo. Iyhoo

[Chorus]

[Repeat x5]
Yini yona le
le le le le le le
Yini yona leyo?

[Outro]
Now I know, not everyone will agree with me neh
But mna I believe, like
I really believe umntu can change ibhadi
I believe you can chnge ibad luck yakho
By waking up, wenz' igoals everyday
Have a dream, have a plan and execute it

And sometimes I'd be chilling
Minding my own business, like i always do
Live' lifown' ibhadi, nje!

[Phone rings]
"The number you have called is not connected"

"Connected" (x11)
"The number you have called is not connected"