Uyeke

[Verse 1]
Kuthiwa uthando luyapholisa
Bendicel' undinike olwakho
Kuthiwa uthando luyathambisa
Bendicel'undenze ndibe ngowakho

‘Cause now I need you, I need you right now
My lonely feelings, need you to go down
‘Cause now I need you, I need you right now
My lonely feelings, need you to go down

[Pre-Chorus]
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani

[Chorus]
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke

[Refrain]

[Verse 2]
Kuthiwa uthando lwangempela
Soze ndilifumane kuwe
Kodwa ndithembisa intliziyo yakho
Ndilinde, uzinikezele kum

‘Cause now I need you, I need you right now
This pain is heavy, I need you to go down
The storm and thunder, I need the cold now
My lonely feelings, need you to go down

[Pre-Chorus]
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani

[Chorus]
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke

[Refrain]

[Bridge]
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke

[Pre-Chorus]
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani
Ndicela undithinte, undithathe undivise
Undi.. Tha... Tha...
Undithande ngenyani

[Chorus]
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke
Ndithande ooh whoa
Ndithande ungaze uyeke