Mobray Kaap

Ayibalulekanga imoto oyiqhubayo
Andizikhathalelanga iimpahla ozingxibayo
Nob' ubeth' iLoxion Kulca okanye ushay' iBillabong
Ub' ubiziwe yiAfrika then we're singing the same song

Nguban' othe suhlal' ezulwini nangona usemhlabeni
Nguwe wedwa ozibambezelayo, ubomi ngobakho
Selifikile ixesha lokusenza isigqibo sokuphila
Ub' ubiziwe yiAfrika, the same song we all sing

Akukho mali
Asinamali
As'funi mali
S'fun' ubumnandi
Akukho bumnandi
Asinamnandi
As'fun' bumnandi
Sifun' uthando

Where are you going?
Where are you coming from?
Where are you going?
Where are you coming from?

Are you coming from Senegal Libya Congo Zimbabwe?
Egypt Nigeria Mali Rwanda?
Uganda Botswana Malawi Zanzibar?
Kapa Thekwini Joburg Soweto Ebhayi Mowbray Kaap!

Ootata bethu kudala bekhala: the same job for thirty years
Akukho nto ibonakalayo- except for thirty kids
Nob' uqhub' iDatsun endala
Okanye ushay' iMercedes Benz
Ub' ubiziwe yi Afrika, then we're singing the same song