Troy Reuben - Momma

Troy Reuben - Momma (Prod. by Madlock)

Flowkillers

Troy Reuben - Momma (2017)

1

Black ship white soul make the best of everything you taught me well.
I could lose the whole world but i know that you will be here with me.
Thats my momma.
Oooohhhh yeah

[1st Verse]

Eh Mas'Thole, Ndithi ndiyabulela ngokund'zalela umama.
Ye Mas'thole Ndithi ndiyabulela ngokumkhulisa umama
Ye Mas'thole Ndithi ndiyabulela ngokum'fundisa umama
Ndinje (X2) kungenxa yakho ndithe ngacinga nje yimfundiso yakho
Ndithe ndakhula nje sisandla sakho, Ndithi ndiyabulela
Masangane!

[Pre Chorus]

You're my momma ey (X2)

[2nd Chorus]

Everyday all day, DNA its greatness you make this .
Black ship white soul make the best of everything you taught me well.
I could lose the whole world but i know that you will be here with me.
thats my momma.
Oooohhhh yeah

[2nd Verse]

Ithi Mandibonge kumama, Ndilihlonga ndlebe, Wandithanda umama
Eh Man' ndithi ndiyabulela mama noba bend' beka matyala
ukhona mama eh man'. Ndithi ndiyabulela mama
Wade wand'shiya utata ukhona mamam'
Eh man' ndithi ndinje (X2) kungenxa yakho
Ndathi ndacinga nje imfundiso yakho, Ndathi ndakhula nje sisandla sakho
Ndithi ndiyabulela
Masangane!

[3rd Chorus]

Yeah! You're my momma ooohhh yeah!
You're my momma yeah!

[Last Verse]

Sis'Thandi ung'thandile ung'gcokilsile
Sebang'bonile abangan'
Sis'Thandi uwakhile ubaw'bonile, umisile umuzi
ngithi ndikleva nje, kungenxa yakho
ngathi ndacharma nje yimali, Ndithi ndiyakhula nje
is'khathi sakho. Ndithi NDIYABULELAAAAA