Ntoni

Kanti ukuphi
We standwa sami
Kanti undenza ntoni
It's been long
I've been waiting for you
Kanti undenza ntoni na

Ngaba coma kulendlela (x4)

Nje be bathi no (x3)
Nje be bathi ya kum na
Eh ngithi
Nje be bathi, wena
Nyeke ndilinde, wena
Nje be bathi, wena
Aah ho
Nje be bathi, wena
Nyeke ndilinde, wena
Nje be bathi, wena
Aah ho

Kutheni wena
Ungasandithani
Kanti undenza ntoni
Kudala ndiku-lindile apha
Kanti undenza ntoni

Ngaba coma kulendlela (x4)

Nje be bathi no (x3)
Nje be bathi ya kum na
Eh ngithi
Nje be bathi, wena
Nyeke ndilinde, wena
Nje be bathi, wena
Aah ho
Nje be bathi, wena
Nyeke ndilinde, wena
Nje be bathi, wena
Aah ho

Kutheni wena
Ungasandithani
Kanti undenza ntoni
Kudala ndiku-lindile apha
Kanti undenza ntoni