Bennyjk banjwa phantsi

[intro]

yeah! Mayn

[hook Tourist]

Ekas'lam bab'banjwa phantsi ekas'lam vuk'ngcweli dust ekas'lam bab'banjwa phantsi
ekas'lam vuk'ngcweli gaz'ekas'lam sifas peace entanyeni si ngenel'estratweni baz'khale'xekweni

[verse1 bennyjk]

caus'jesus piec'entanyen sneaker man enyawen'sqhonde sthraight emfazwen ngathi abasazi thin'iskin sayasi dlakaza andithandu'kuthetha ndiyadala benny umanqanqa or umalala (Enter g) Iyhooo exe
(bennyjk) thetha kakhul uzobona i gravel'ndithi ndithi'thetha kakhul uzobona i gravel'zishaya ngo ndi cisha no no every wack mc jong'funu ndifoja ndim ibhoza madala ndim ibhoza ekas'lam ndim ibhoza joe ndithi sindishaya ngondifoja mayyyyn

[hook]
[verse 2 tourist]

kumanz'estratweni ligaz'estratweni'andimthandazu (satana the devil) ndim obuqa'satana fasi jesus piece emnyam'amashiya ndiwaqabe amnyama seben'ngobumnyama xasgena ekaslakho amagwala ayantantalaza amanye ayaslizer baba baya slicer

[hook]

thanks to bimba and thanks to bennyjk for correcting these lyrics