Amazulu

Drifting
I'm drifting away
Into the darkness
Ndizothath'u mthwalo
Ndimbeke emqolo mama
Ubomi bunzima
So I lift my head up high
Open my eyes
And I will fly ohh
I'm barely coping
I'm feelin closed in
Looking up hoping
The heavens will open
Mdali wezulu
Ndikhalela kuwe
Open up, open up
I'm feeling closer now
The light shining brighter but I'm losing my flow

Kudala ndisiwa ndivuka
Ndifuna noluthando
Ndifuna noluthando mmn
Kudala ndifuna ubomi buvume
Vungama ngonyama
Vungama ohh

Vuleka vuleka
Vuleka vuleka vuleka amazulu
Vuleka amazulu (x2)
Oh...
Vuleka vuleka vuleka
Vuleka amazulu (x3)

I'm giving
They taking
Tripping I'm falling
Tell me I'm nothing
Don't care what they saying
And I'm begging you darling
Stop losing your flow
Ey no more drifting
No more drifting away
Livumil'icamagu
Avulekile amazulu
I'm fighting for survival
Ndiliqhawe, ndiliqhawe
Ndiyingo-nya-ma
Ehh., Oo... ho
Oh, ho o. ohh

Vuleka vuleka
Vuleka vuleka vuleka amazulu
Vuleka amazulu (x2)
Oh...
Vuleka vuleka vuleka
Vuleka amazulu (x3)